Lundi – NXOLELE Lyrics
Ndixolele thixo wam
Nguwe oli themba lam
Ndixolele thixo wam
Nguwe oli themba lamNdinjena-njena mhla
Izinto zalomhlaba
Ndinjena-njena mhla
Izinto zalomhlabaNkosi yam ndingumntwana wakho
Ndilahlekile ndibuyise
Mandilahlwa nguwe ndoba yini nha
Kulezinto zalomhlaba
Ndinjena-njena mhla
Izinto zalomhlabaNdixolele (ndixolele thixo wam)
(Nguwe oli themba lam )
(Ndixolele thixo wam )
(Nguwe oli themba lam)Ndinjena-njena mhla
Izinto zalomhlaba
Ndinjena-njena mhla
Izinto zalomhlabaMandilahlwa nguwe mna
Ndoba yini kulomhlaba
Mandilahlwa nguwe mna
Ndoba yini kulomhlabaMandilahlwa nguwe mna
Ndoba yini kulomhlaba
Mna ndinjena_njena nje
Izinto zalomhlaba somandla ndixoleleNdixolele thixo wam
Thixo wam (nguwe oil themba lam)
Themba lam (ndixolele thixo wam)
Thixo wam (nguwe olithemba lam)Ndinjena (ndinjena-njena namhla)
Izinto( izinto )
Izinto (zomhlaba)
Ndinjena (ndinjena-njena namhla)
Izinto( izinto )
Zalomhlaba (zomhlaba)Mandilahlwa (mandilahlwa nguwe mna)
(Ndoba yini kulomhlaba)
Somandla (mandilahlwa nguwe mna)
Somandla (ndoba yini kulomhlaba)Ndixolele (ndixolele thixo wam)
Thixo wam (nguwe oil themba lam)
Themba lam (ndixolele thixo wam)
Thixo wam ((nguwe oil themba lam)Ndinjena (ndinjena-njena namhla)
Izinto( izinto )
Izinto (zomhlaba)
Ndinjena (ndinjena-njena namhla)
Izinto( izinto )
Zalomhlaba (zomhlabaMandilahlwa (mandilahlwa nguwe mna)
Nguwe nguwe(ndoba yini kulomhlaba)
Somandla (mandilahlwa nguwe mna)
Somandla (ndoba yini kulomhlaba)